1Mdumiseni uYehova, nonke zintlanga, Mncomeni, nonke zizwe.
2Ngokuba inamandla kuthi inceba yakhe, Inyaniso kaYehova ingunaphakade. Haleluya!